Ingoma yezinyuko.
1Yabonani, mbongeni uYehova, nonke bakhonzi bakaYehova,
Nimiyo endlwini kaYehova ebusuku.
2Phakamiselani engcweleni izandla zenu,
Nimbonge uYehova.
3Makakusikelele eZiyon uYehova,
UMenzi wezulu nehlabathi.
Brauza ya hao ha e tshehetse odiyo ya HTML5.