Bible Society of South Africa

New Year – Day 7

Rule 7: Create space in your heart to love.

Itekisi yeBhayibhile

UMATEWU 22

37Waza uYesu wathi: “ ‘Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangengqondo yakho iphela.’

UMATEWU 22:37XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

IZAFOBE 23

26Yinikezele kum intliziyo yakho, mntwan' am;

indlela endiziphethe ngayo mayibe semehlweni akho.

IZAFOBE 23:26XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KWABASE-EFESE 3

Uthando lukaKrestu

14Ngenxa yale nto ke, ndizikhahlela phantsi phambi koBawo, 15uYise walo lonke usapho olusezulwini nasemhlabeni. 16Ndiyambongoza ukuba ngobubele bakhe uSosidima anomeleze imo yenu entsha ngoMoya wakhe, 17khon' ukuze ngokholo uKrestu ahlale ngaphakathi kuni. Nanga ningasekelwa eluthandweni nendele.

KWABASE-EFESE 3:14-17XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Create space in your heart to love. Practise unconditional love, keeping in mind that one can never love enough.

Bible Society of South Africav.4.26.7
SIFUMANE KU-