Bible Society of South Africa

A Message to Friends – Day 296

Itekisi yeBhayibhile

2 KAYOHANE 1

7Kukho abakhohlisi abaninzi abathe saa apha elizweni. Bona bayaphika ukuba uYesu Krestu waba ngumntu ngokupheleleyo. Abantu abanjalo ngabakhohlisi, abachasi-Krestu. 8Ngoko ke zilumkeleni, hleze niphulukane nayo into ebeniyisebenzela. Zabalazani, khon' ukuze nilifumane linjengoko linjalo ibhaso lenu.

9Umntu onganamatheliyo emfundisweni kaKrestu, lowo uhambela kude kuyo, akanaThixo. Kanti ke yena onamatheleyo kuyo imfundiso umanyene noYise kunye noNyana.

2 KAYOHANE 1:7-9XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Six days reading beautiful letters from John the disciple of Jesus, encouraging faith

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-