Bible Society of South Africa

A Vision of Heaven – Day 333

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEFILIPI 3

20Kanti ke thina ikomkhulu lethu lisezulwini, apho silindele ngolangazelelo ukuba uya kuvela khona uMsindisi wethu, iNkosi uYesu Krestu. 21Yena uya kuyiguqula le meko yethu iphuthileyo, ayifanise neyakhe enobungangamsha, esebenzisa kwaloo mandla awasebenzisayo xa afaka zonke izinto phantsi kolawulo lwakhe.

KWABASEFILIPI 3:20-21XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Biblical passages that give us visions of a broken world made new, and of the Christian hope of resurrection

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-