Bible Society of South Africa

God’s Dwelling Place – Day 171

Meditations on the founding and growth of the church: the body of Christ, holding out the truth of the gospel, spreading throughout the whole world, frequently oppressed and suffering, but sure in the hope of a new heavens and earth.

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEFILIPI 2

Intobeko nobukhulu bukaKrestu

1Njengoko kobu bomi bethu, simanywe noKrestu, kukho inkuthazo, kukho nokuvuseleleka kothando, nokudlelana koMoya, kukho nobubele novelwano, 2ngoko ke ndaneliseni nindivuyise ngokuba nibe banye ngezimvo nangothando, nibanye ngengqondo, nizamela ukuba nibe yimbumba yamanyama. 3Musani ukusunduzana. Izinto sanukuzenza ngokuzigwagwisa nangokuqhayisa. Ndaweni yaloo nto zithobeni, nibaphakamise kunani abanye abantu. 4Izinto abanomdla kuzo abanye zixabiseni nazo, ningakhathaleli izinto eninomdla kuzo kuphela.

KWABASEFILIPI 2:1-4XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.25.3
SIFUMANE KU-