Bible Society of South Africa

Hope in Suffering – Day 214

Itekisi yeBhayibhile

UYOHANE 12

23Wabaphendula uYesu wathi: “Lifikile ngoku ixesha lokuba ubungangamsha bakhe *uNyana woLuntu bubonakale. 24Inene, ukuba ukhozo lwengqolowa aluthanga lufakwe emhlabeni lufe, lohlala lungabi nto; kodwa ukuba luthe lwafa, luvelisa isiqhamo ngakumbi. 25Lowo ubukokosayo ubomi bakhe, wolahlekelwa bubo; kanti lowo ubuncamayo kweli hlabathi, wohlala enabo kude kube kwelizayo.

UYOHANE 12:23-25XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Suffering is a reality in a broken world. Scripture acknowledges this reality, but points us to the transforming presence of God in our lives, regardless of our circumstances, and the words of hope he speaks over our world

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-