Bible Society of South Africa

Incarnation – Day 342

Itekisi yeBhayibhile

KWABASE-EFESE 1

Iintsikelelo zabamanywe noKrestu

3Makabongwe uThixo, uYise weNkosi yethu uYesu Krestu osibabale ngazo zonke izipho zoMoya zasezulwini, sakuba simanywe noKrestu. 4UThixo wasinyula ngoKrestu kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi, ukuze sibe ngabantu bakhe abangenasiphako ngenxa yothando. 5UThixo akuba ethandile wagqiba kwangaphambili ukuba asenze oonyana bakhe ncakasana ngoYesu Krestu.

KWABASE-EFESE 1:3-5XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

A series of readings on Advent, exploring the reality and wonder of Jesus’ incarnation

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-