Bible Society of South Africa

Incarnation – Day 352

Itekisi yeBhayibhile

ULUKA 2

Abelusi nezithunywa

8Kwakukho abelusi kwakweso sithili, behlala ezindle, belinda imihlambi yabo ebusuku. 9Babona isithunywa seNkosi simi ngakubo, bathi nobuqaqawuli beNkosi bababengezelela ngeenxa zonke. Baza boyika kakhulu. 10Isithunywa ke sathi kubo: “Musani ukoyika; kaloku ndinizisele iindaba ezimnandi zovuyo olukhulu oluya kuba kubo bonke abantu. 11Namhlanje, edolophini kaDavide, nizalelwe uMsindisi *onguKrestu iNkosi.

ULUKA 2:8-11XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

A series of readings on Advent, exploring the reality and wonder of Jesus’ incarnation

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-