27Waya endlwini kaThixo, ethunywa nguMoya. Kwathi ke, akungeniswa uYesu ngabazali bakhe, befezekisa umthetho, 28uSimon wamfunqula, wabonga uThixo, wathi:
29“Nkosi, ngokwesithembiso sakho,
uyasikhulula ngoku isicaka sakho sinoxolo,
30kuba amehlo am alubonile usindiso lwakho,
31olulungiselele bonke abantu,
32ulukhanyiso lokukhanyisela iintlanga,
lubalula abantu bakho amaSirayeli.”
A series of readings on Advent, exploring the reality and wonder of Jesus’ incarnation