Bible Society of South Africa

Longing for God – Day 251

Itekisi yeBhayibhile

1 KUTIMOTI 2

Umthandazo webandla

1Kuqala, ndiqononondisa ndisithi: izicelo, imithandazo, izikhungo, nemibulelo, 2mazenzelwe bonke abantu. Iinkosi nabasemagunyeni bonke mabathandazelwe, ukuze kubekho inzolo noxolo ehlabathini, sihlale ngokoyika nangokuhlonela uThixo. 3Yinto elungileyo nekholekileyo leyo kuThixo, uMsindisi wethu, 4ofuna ukusindisa bonke abantu, baze bafikelele ekuyazini inyaniso.

1 KUTIMOTI 2:1-4XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Prayer: the astonishing privilege of talking with God. These readings include prayers of longing and lament, Jesus’ teaching on prayer, and some of the best loved prayers in the Bible

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-