Bible Society of South Africa

Ruth – Day 227

Itekisi yeBhayibhile

URUTE 3

8Ezinzulwini zobusuku uBhowazi wothuka, weva ngesandla ukuba kukho umntu obhinqileyo ongqengqe ngasezinyaweni zakhe. 9Wambuza wathi: “Ungubani?”

Waphendula yena wathi: “Ndim, mhlekazi, uRute isicakakazi sakho. Ndikhusele phantsi kwamaphiko akho. Kaloku wena usisizalwane esijonge kuso njengomkhululi.”

The book of Ruth: a story of suffering and loss giving way to hope and new beginnings

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-