Bible Society of South Africa

The Blessing of Fruitfulness – Day 303

Itekisi yeBhayibhile

UHEZEKILE 36

9Ndiyavelana nani, ndaye ndiza kunibonelela; niza kulinywa nihlwayelwe. 10Ndiya kunandisela abemi, nditsho nkqu yonke indlu kaSirayeli. Ziya kuba nabantu izixeko, avuswe amabhodlo. 11Ndiya kulandisa inani labantu nemfuyo; ziya kuchuma zande. Ndiya kumisa abantu kuni, kube ngcono kuni kunangaphambili. Niya kuqonda ngoko ukuba ndinguNdikhoyo.

UHEZEKILE 36:9-11XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

A series of readings that explore the theme of “fruitfulness”: what happens when God is at work in our life

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-