Bible Society of South Africa

The Mission to the World – Day 280

Itekisi yeBhayibhile

2 KASAMWELI 7

10Abantu bam amaSirayeli ndobabonela indawo abaza kuma kuyo, ndibazinzise, babe nendawo yabo, bangabuye babandezelwe nanini na. Abantu abakhohlakeleyo abayi kuba sabacinezela njengoko bebesenjenjalo ngaphambili, 11ukusukela kwimihla endabamisela abantu bam amaSirayeli iinkokheli. Ndiza kukwenza uphumle kuzo zonke iintshaba zakho.

“ ‘UNdikhoyo utsho kuwe ukuthi nguye ngokwakhe oya kuyizinzisa indlu yakho.

2 KASAMWELI 7:10-11XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Beginning with God’s covenants with Noah, Abram and David, these readings explore God’s ongoing mission to restore his broken creation, drawing people back to himself. God’s mission finds its fulfilment in the person and work of Jesus Christ, a mission which the church continues today

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-