Bible Society of South Africa

E100 Ucelo-mngeni ngokufunda iBhayibhile

Ukuba ubukhulu beBhayibhile kukudalela ixhala lokuba akuyi kuba nako ukuyifunda uyigqibe, landela inkqubo ye-E100 yokufunda iBhayibhile kwithuba lonyaka – iya kukunceda uphumelele. Le nkqubo yaneka iindawo ezingama-50 ezingumongo ezikwiTestamente eNdala, iphethe ngezingama-50 ezikwiTestamente eNtsha. Ukwenjenjalo ikunika umfanekiso weBhayibhile iyonke. Kanti unokulandela indlela oqhuba ngayo ngokuphawula iziqendu ozifundileyo kuludwe olukweli phepha.

Iziqendu

1 – Ukudalwa kwezulu nehlabathi funda isiqendu
2 – Ukuwa koluntu funda isiqendu
3 – Unogumbe funda isiqendu
4 – Umnqophiso kaThixo noNowa funda isiqendu
5 – Inqaba yaseBhabheli funda isiqendu
6 – Ukubizwa kuka-Abraham funda isiqendu
7 – Umnqophiso kaThixo noAbraham funda isiqendu
8 – UIsake nokuvavanywa kuka-Abraham funda isiqendu
9 – UYakobi noIsake bayakhuphisana funda isiqendu
10 – UYakobi noIsake bayaxolelana funda isiqendu
11 – UJosefu uthengiswa abe likhoboka funda isiqendu
12 – Uvalelwa entolongweni aphinde akhululwe funda isiqendu
13 – AbantakwaboJosefu baya eJiputa funda isiqendu
14 – AbantakwaboJosefu baya eJiputa kwakhona funda isiqendu
15 – UJosefu uyazazisa kubantakwabo funda isiqendu
16 – Ukuzalwa kukaMosis funda isiqendu
17 – Ityholo elidangazela umlilo funda isiqendu
18 – Izibetho ezilishumi funda isiqendu
19 – IPasika nemfuduko funda isiqendu
20 – Ukuwela uLwandle oluBomvu funda isiqendu
21 – Imithetho elishumi funda isiqendu
22 – Isithixo esenziwe ngegolide funda isiqendu
23 – UYoshuwa uba yinkokheli yamaSirayeli funda isiqendu
24 – AmaSirayeli awela iJordan funda isiqendu
25 – Ukudilika kweendonga zeJeriko funda isiqendu
26 – AmaSirayeli aphambuka ekumkhonzeni uThixo funda isiqendu
27 – UDibhora ukhokela amaSirayeli funda isiqendu
28 – UGidiyon woyisa amaMidiyan funda isiqendu
29 – USamson woyisa amaFilistiya funda isiqendu
30 – Ibali likaRute funda isiqendu
31 – USamweli uthobela ilizwi likaThixo funda isiqendu
32 – Ukumkani uSawule funda isiqendu
33 – UDavide noGoliyati funda isiqendu
34 – UDavide noSawule funda isiqendu
35 – Ukumkani uDavide funda isiqendu
36 – UDavide noBhashebha funda isiqendu
37 – Ukumkani uSolomon funda isiqendu
38 – Indlu kaThixo eyakhiwe nguSolomon funda isiqendu
39 – UEliya nabashumayeli bakaBhali funda isiqendu
40 – Ukuwa kweJerusalem funda isiqendu
41 – NguNdikhoyo umalusi wam funda isiqendu
42 – Awu, Thixo, ndiyatarhuzisa! funda isiqendu
43 – Mbonge uNdikhoyo funda isiqendu
44 – Isiseko sobulumko kukuthobela uNdikhoyo funda isiqendu
45 – Izafobe zikaSolomon funda isiqendu
46 – Isicaka esiphethwe gadalala funda isiqendu
47 – Ukubizwa kukaJeremiya nomyalezo wakhe funda isiqendu
48 – UDaniyeli emngxunyeni weengonyama funda isiqendu
49 – Ibali likaJona funda isiqendu
50 – Umhla wokugweba funda isiqendu
51 – ULizwi waba inyama funda isiqendu
52 – Iindaba ezize noGabriyeli funda isiqendu
53 – Ukuzalwa kukaYesu funda isiqendu
54 – UYohane umbhaptizi funda isiqendu
55 – Ukubhaptizwa nokuhendwa kukaYesu funda isiqendu
56 – Intshumayelo yasentabeni – icandelo lokuqala funda isiqendu
57 – Intshumayelo yasentabeni – icandelo lesibini funda isiqendu
58 – Imizekeliso ngokulawula kukaThixo funda isiqendu
59 – Umzekeliso ngomSamariya olungileyo funda isiqendu
60 – Okulahleke kwaphinda kwafunyanwa funda isiqendu
61 – Ukutyiswa kwabangamawaka amahlanu funda isiqendu
62 – Ukuhamba phezu kwamanzi funda isiqendu
63 – Ukuphiliswa kwemfama funda isiqendu
64 – Ukuphiliswa komntu waseGerasa oneendimoni funda isiqendu
65 – Ukuvuswa kukaLazaro ekufeni funda isiqendu
66 – Isidlo sangokuhlwa sokugqibela funda isiqendu
67 – Ukubanjwa nokuthethwa kwetyala funda isiqendu
68 – Ukubethelelwa emnqamlezweni funda isiqendu
69 – Ukuvuka kukaYesu funda isiqendu
70 – Unyuko lukaYesu funda isiqendu
71 – Umhla wePentekoste funda isiqendu
72 – Ukukhula kwecawe nokutshutshiswa kwayo funda isiqendu
73 – Umfeli-kholo wokuqala funda isiqendu
74 – Ukuhanjiswa kweendaba ezimnandi funda isiqendu
75 – Iindaba ezimnandi zezabo bonke funda isiqendu
76 – Indlela esinga eDamasko funda isiqendu
77 – Uhambo lokuqala lokuvakalisa iindaba funda isiqendu
78 – Intlanganiso yaseJerusalem funda isiqendu
79 – Ezinye iihambo zokuvakalisa iindaba funda isiqendu
80 – Ukuya eRoma funda isiqendu
81 – Soyise satshatshela funda isiqendu
82 – Iziqhamo zoMoya funda isiqendu
83 – Isikrweqe esinokusifumana kuThixo funda isiqendu
84 – Nimanywe neNkosi nje, yonwabani! funda isiqendu
85 – Umbongo kaKrestu funda isiqendu
86 – Abadala nabadikoni funda isiqendu
87 – Ukuthanda imali funda isiqendu
88 – Ijoni elinyanisekileyo likaKrestu funda isiqendu
89 – Sonke isibhalo sinefuthe loMoya kaThixo funda isiqendu
90 – Ukubuya kweNkosi funda isiqendu
91 – Eyona ndlela izigqwesa zonke funda isiqendu
92 – Imo yethu entsha funda isiqendu
93 – Ithemba elingagungqiyo funda isiqendu
94 – Ukholo nemisebenzi funda isiqendu
95 – Thandanani funda isiqendu
96 – Ilizwi nombono funda isiqendu
97 – Iincwadi ezibhalelwe amabandla funda isiqendu
98 – Isihlalo sobukhosi sasezulwini funda isiqendu
99 – Haleluya! funda isiqendu
100 – IJerusalem entsha funda isiqendu

Ungabhalisa kwesi sicwangciso sokufunda kwi-BibleSA app kwaye ufumane izaziso zemihla ngemihla.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-