Bible Society of South Africa
Carina Francke

God in us – Day 17

Bear fruit – wholesome words

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEKOLOSE 4

6Incoko yenu mayisoloko imnandi, inika umdla. Fundani ukucebisana kakuhle nomntu ngamnye enidibana naye.

KWABASEKOLOSE 4:6XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UMATEWU 15

18Ke zona izinto ezithethwa ngomlomo, zisuka entliziyweni. Zezo zinto ke ezimenza angcole umntu. 19Kaloku ziphuma entliziyweni iingcamango ezimbi. Kusentliziyweni apho kuphuma khona ukubulala, ukukrexeza, ubuhenyu, ubusela, ukungqina ubuxoki, nokunyelisa.

UMATEWU 15:18-19XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

IZAFOBE 4

23Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho,

kuba yona ingumthombo wobomi.

IZAFOBE 4:23XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

EYEZIQALO 1

26Waza ke uThixo wathi: “Masenze umntu abe ngumfuziselo wethu, afane nathi. Makabe negunya, alawule iintlanzi elwandle, iintaka ezibhabha esibhakabhakeni, iinkomo, nazo zonke izilo nezinambuzane elizweni.”

EYEZIQALO 1:26XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

IZAFOBE 18

21Ukuthetha komntu kulawula ukuphila nokufa;

ke othetha kakhulu uvuna iziqhamo zaloo nto.

IZAFOBE 18:21XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

EKAYAKOBI 3

6Nalo ke ulwimi lufana nqwa nomlilo; lululwandle lobubi. Lulelinye lamalungu omzimba wethu nje luphembelela ububi kubume bethu buphela. Ubomi bethu buphela libuntumeka ngomlilo eliwuthatha esihogweni.

EKAYAKOBI 3:6XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KWABASE-EFESE 4

29Intetho ekrwada mayingaphumi emilonyeni yenu. Ukuthetha kwenu makuthambe, kube kokwakhayo, ukuze kube luncedo nentsikelelo kwabaphulaphuleyo.

KWABASE-EFESE 4:29XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

1 KAPETROS 3

10nanjengoko zitshoyo *iziBhalo ukuthi:

“Lowo unga angabudla ubomi abe nenkqubela

makazilumle ekuthetheni kakubi,

ayeke ukuthetha ubuxoki.

1 KAPETROS 3:10XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KWABASE-EFESE 4

29Intetho ekrwada mayingaphumi emilonyeni yenu. Ukuthetha kwenu makuthambe, kube kokwakhayo, ukuze kube luncedo nentsikelelo kwabaphulaphuleyo.

KWABASE-EFESE 4:29XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Words can be like spitting, destroying lava from your mouth, or it could be like refreshing cool water from a fountain. Words are probably one of the most important ways to reveal who you belong to, because the things that come out of the mouth, come from the heart (Matthew 15:18-19). No wonder then that Proverbs 4:23 teaches: Above all else, guard your heart, for it is the wellspring of life.

Why does the Bible so intensely emphasise the things we say? Maybe, the answer lies with the author of words, namely, God himself. When he used words, he created and everything in the heavens, the sea and on the earth got substance and became alive. His words before the creation of man lay the foundation of their nature: “Let us make man in our image, in our likeness.” (Genesis 1:26)

Is it then strange that he inspired a writer to write down the following words? The tongue has the power of life and death (Proverbs 18:21). You can speak life or death by your words. Let’s be clear, words do not have magical powers, but have an unbelievable influence on man’s psyche – it infects the whole body: The tongue also is a fire, a world of evil among the parts of the body. It corrupts the whole person, sets the whole course of his life on fire, and is itself set on fire by hell. (James 3:6)

Maybe, this is the reason Paul warns that our conversations should be full of grace and good taste? Or that we should be sensitive to the circumstances in every conversation, and only speak what is wholesome and helpful to others (Ephesians 4:29). Could it be that deceitful words and an evil tongue can steal our love for life and take away the privilege from us to see good days? (1 Peter 3:10)

Why does the Bible so clearly emphasise wholesome conversations and good words? Because you and I, as the bearers of the image of God, should make his rulership in our lives visible, even by what we say. Our words should be full of grace to build people up according to their needs and that those who listen, may benefit (Ephesians 4:29). You should remember, we were created to be fountains that provide sweet, drinkable water to a world that thirsts, to see truth and righteousness in action.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-