Bible Society of South Africa

Grow a Spiritual Garden – Day 4

Cultivate charity.

Itekisi yeBhayibhile

UMATEWU 25

37“Omphendula ke amalungisa esithi: ‘Nkosi, ngaba sakubona nini na ulambile, sakupha ukutya; unxaniwe, sakunika amanzi? 38Ngaba sakubona nini na ungowasemzini, sakwamkela; uhamba ze, sakwambathisa? 39Ngaba sakubona nini na ugula, okanye usentolongweni, sakuhambela?’ 40Wophendula ukumkani athi kuwo: ‘Ndithi kuni, inene, ekubeni nithe nenjenjalo nakomnye kula mawethu angawona agqusha eluthulini, nithe nenjenjalo nakum.’

UMATEWU 25:37-40XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

ULUKA 14

22Saza isicaka sathi: ‘Nkosi, kwenzeké njengoko uyalele, kanti indawo isekho.’ 23Yathi inkosi kwisicaka eso: ‘Phuma uye ezindleleni, nasezindledlaneni, ubanyanzele bangene, ukuze indlu yam izale. 24Inene, akukho namnye kuloo madoda abemenyiwe iya kusiva isidlo sam.’ ”

ULUKA 14:22-24XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

The minute we forget that all people are created in the image of God, and are not just souls or bodies, we lose sight of the one who is suffering. But if you love your neighbour, as Jesus commands us to do, we cannot help but be concerned about them. We can risk letting people unlike ourselves into our lives, by practising the kind of hospitality that breaks social rules restricting us to our own class because we are doing it as if we were doing it for Christ.

According to our Christian belief every person has an inalienable worth as a person. Man, woman and child have all been created in the image of God. And if you believe this, let it become evident in all you do.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-