Bible Society of South Africa

Jesus – Day 20

Jesus: The Way, the Truth and the Life.

Itekisi yeBhayibhile

UYOHANE 14

6Waphendula uYesu wathi: “Ndim indlela, ndim inyaniso, ndim ubomi. Akukho namnye unokuya kuBawo engayi ngam.

UYOHANE 14:6XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UYOHANE 14

5Waza wathi uTomas: “Nkosi, singàzi nokwazi nje apho uya khona, singáthini ukuyazi indlela eya khona?”

UYOHANE 14:5XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UMSEBENZI WABATHUNYWA 9

2ukuze aye *ezindlwini zesikhungo zamaJuda eDamasko, abe nako ukuthi xa ebafumana abalandeli bale Ndlela yeNkosi, abakhonkxe, amadoda kunye nabafazi, eze nabo eJerusalem.

UMSEBENZI WABATHUNYWA 9:2XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UYOHANE 1

14ULizwi ke waba ngumntu, waza wahlala phakathi kwethu. Sabubukela ubungangamsha bakhe awabunikwa nguYise, njengoko ekukuphela koNyana wakhe; ubungangamsha ke obuphuphuma ububele nenyaniso.

UYOHANE 1:14XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KWABASE-EFESE 5

11ningazibandakanyi nezinto zobumnyama eziphuthileyo ezenziwa ngabantu. Ndaweni yaloo nto zibhenceni ekukhanyeni ezo zinto, zibonakale icace into eziyiyo.

KWABASE-EFESE 5:11XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UYOHANE 18

38Wathi kuye uPilato: “Yintoni yona inyaniso?”

UYesu ugwetyelwa ukufa

Emva kokuba etshilo waphuma uPilato, waya kumaJuda, wathi kuwo: “Mna andifumani tyala kuye konke.

UYOHANE 18:38XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UYOHANE 8

“Inyaniso iya kunenza nikhululeke”

31Ke ngoko uYesu wathi kumaJuda abeke ithemba kuye: “Ukuba nithe nazingisa ukuhlala nisenza oko ndinifundisileyo, niya kuba ngabafundi bam benene. 32Niya kuyiqonda ke inyaniso; yaye inyaniso iya kunenza nikhululeke.”

UYOHANE 8:31-32XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KUMAHEBHERE 12

2Amehlo ethu makathi ntsho kuYesu; kaloku síxhomekeke kuye isiqalo ndawonye nekamva lokholo lwethu. Ewe kaloku, yena wathi, ngenxa yenyhweba eyayimlindele, wawunyamezela umnqamlezo, walidela nehlazo lawo; kungokunje uhleli ewongeni kwibhotwe likaThixo.

KUMAHEBHERE 12:2XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KWABASEFILIPI 4

8Mandiphethe ngelithi, mawethu, hlalani nicinga ngezinto eziyinyaniso nezindilekileyo nazo zonke izinto ezilungileyo nezinyulu, zonke ezithandekayo nezinesidima, nangezinto ezintle ngokupheleleyo kwanezincomekayo.

KWABASEFILIPI 4:8XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Throughout this month we have been looking at who Jesus is and the significance of His life, death and resurrection on our lives. Today we look at the significance of who He is in the world.

When Thomas said to Jesus, “Lord, we don’t know where you are going, so how can we know the way?” (John 14:5) he actually asked a very leading question which was pertinent to all mankind. Jesus stated quite clearly that He was the way, the truth and the life and that He was the only way to God; He is not one of a choice of many ways, but the only way. The early church clearly grasped this concept, as we see in Acts 9:2 when Paul is asking for letters to the synagogues “so that if he found any there who belonged to the Way, whether men or women, he might take them as prisoners to Jerusalem”.

In respect of the truth, we have already reflected on the wonderful reality that Jesus had come into the world “full of grace and truth.” (John 1:14) It is not difficult to understand that this is something central to the essence of who Jesus is. Truth is something that stands up to examination in the light and is never found in darkness. Jesus as the Light of the World epitomizes truth; those who deceive others have to keep out of the light because they, and their deeds, will not stand up to scrutiny. We only have to look at the manner in which scandals emerge to verify that.

Truth also affects how we assess those things that influence us. We need to actively reject lying, corruption, cheating and fraud and forbid these any place in our lives. Paul says, “Have nothing to do with the fruitless deeds of darkness, but expose them.” (Ephesians 5:11) These will never stand the test of truth so we must not be misled. We may be deceived in certain situations sometimes, but if we hold fast to the truth, it will always win in the end. When on trial before Pilate, Jesus said to him, “Everyone on the side of truth listens to me.” (John 18:38) and Jesus promised the Jews “who had believed him, …‘If you hold to my teaching you are really my disciples. Then you will know the truth and the truth will set you free.’” (John 8:31-32) The world needs to be set free by the truth

Jesus embodies and epitomizes, indeed He is the source of, everything that is loving, good, rich and noble in this world, and He is the key to eternal life for all who believe in Him. Besides Him there is no other way to God. Let us remind ourselves always “to fix our eyes on Jesus the pioneer and perfecter of our faith” (Hebrews 12:2) and in so doing focus on the One who “… is true … noble … right … pure … lovely … admirable … excellent (and) praiseworthy.” (Philippians 4:8)

God bless you.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-