Bible Society of South Africa
Gawie van Jaarsveld

Book of Philippians – Day 8

Joy in spite of the reality of death … and life

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEFILIPI 1

20Umnqweno nethemba lam kukuba ndinganikezeli, kodwa ngamaxesha onke, ingakumbi ngoku, ndikhuthale, ukuze ubume bam bonke bunike isidima kuKrestu, ndiphila okanye ndifile. 21Kambe ke, ukudla ubomi, kum kukuthobela uKrestu. Ukufa ke kona kuzisa lukhulu. 22Kodwa ke ukuba ukudla kwam ubomi kululutho, ndingakhetha ndithini? 23Ndixakiwe. Ndiyakulangazelela ukufuduka ndiye kuKrestu, nto leyo ibhetele kakhulu. 24Kodwa ngenxa yenu kubalulekile ngaphezulu ukuba ndidle ubomi. 25Ngale yona into ndiqinisekile, futhi ndiyazi ukuba ndisaza kuphila. Ndisaza kuhlala ndinincede, niqhubele phambili, lukhule uvuyo nokholo lwenu. 26Xa ndiphinde ndafika ke apho kuni noba nebhongo ngakumbi ngoYesu Krestu ngenxa yobukho bam.

KWABASEFILIPI 1:20-26XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

• Which verse or word would you like to reflect about more?
• How should you think about your life and your death?

Bible Society of South Africav.4.25.3
SIFUMANE KU-