Bible Society of South Africa

The Bible shows us why we live – Day 6

To Complete the Race.

Itekisi yeBhayibhile

UMSEBENZI WABATHUNYWA 20

24Kodwa kum ukuphila akubalulekanga ngaphezu kokuba ndilufeze ubizo lwam, ndiwugqibe umsebenzi endawunikwa yiNkosi wokuvakalisa iindaba ezimnandi zesisa sikaThixo.

UMSEBENZI WABATHUNYWA 20:24XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

1 KWABASEKORINTE 9

24Nani niyazi ukuba kukhuphiswano lweembaleki baba baninzi abazigqatsayo, kodwa mnye kuphela kubo ozuza imbasa. Nani ke balekelani ukuze nifumane imbasa.

1 KWABASEKORINTE 9:24XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-