Bible Society of South Africa

Ukubizelwa unakekelo – Day 26

Iingcinga

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEROMA 12

2Musani ke ukuthatha isimilo sabantu beli phakade, kodwa iingqondo zenu maziguquke zihlaziyeke, nize niyivume intando kaThixo, yona ilungileyo, ikholekileyo, igqibeleleyo.

KWABASEROMA 12:2XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KWABASEFILIPI 4

8Mandiphethe ngelithi, mawethu, hlalani nicinga ngezinto eziyinyaniso nezindilekileyo nazo zonke izinto ezilungileyo nezinyulu, zonke ezithandekayo nezinesidima, nangezinto ezintle ngokupheleleyo kwanezincomekayo.

KWABASEFILIPI 4:8XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Indlela umntu acinga ngayo inefuthe kumazwi akhe nezenzo zakhe. Ngenxa yeso sizathu, iLizwi likaThixo lisixelela ukuba silumke kwizinto esigxininisa iingcinga zethu kuso.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-