Bible Society of South Africa

Verse-a-day – 18 April 2021

Itekisi yeBhayibhile

1 KAPETROS 4

Ukusebenzisana

7Kuzo zonke izinto isiphelo sisemnyango. Ngoko ke hlalani nisezingqondweni, nikuqulele ukuthandaza. 8Ngaphezu koko ke hlalani nithandana, kuba kaloku uthando luyazingcwaba izono.

1 KAPETROS 4:7-8XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.26.7
SIFUMANE KU-