19nikuve ukongama kwawo amandla akhe ngakuthi, thina bathembele kuye. La mandla ikwangalawa 20wavusa ngawo uKrestu ekufeni, waza wamthwesa ubukhosi ezulwini.