4Kodwa ke uThixo onceba inkulu, ngenxa yendlela asithanda ngayo, 5usidlise ubomi kunye noKrestu, naxa besinjengabafileyo nje ngenxa yezono zethu. Kambe ke nakhululwa ngenxa yesisa sikaThixo.