8Ke kaloku nakhululwa ngesisa sikaThixo ngokholo; anikhululwanga ngemizamo yenu. Ewe, kungenxa yesisa sikaThixo. 9Ngoko ke akukho nto ubani angaziqhayisa ngayo, kungekho migudu yakhe nje.