26Lukholo ke olunenze nangoonyana bakaThixo ngokumanywa noYesu Krestu. 27Nonke nina babhaptiziweyo nimanywe noKrestu; ngoko ke nambethe uKrestu.