Bible Society of South Africa

Xa uloyiko lobundlobongela obuqhubeka ekhaya buxingisa ubomi bakho …

Awukho wedwa
Mhlawumbi ungomnye wamawaka abantu apha elizweni lethu ochaphazelekayo kubundlobongela bekhaya. Njengawo onke amaxhoba, ingaba uyazisola ngobu bundlobongela, uzive ngathi wenze into engafanelekanga, ngoko ke, yiyo loo nto usohlwaywa?

*Iivesi zeziBhalo zithatyathwe kwiBhayibhile yesiXhosa ka-1996.

Funa uncedo!
Mininzi imibutho apha eMzantsi Afrika enikezela ngeenkonzo zokunceda abo baxhatshazwayo ngabalingane babo.
Tsalela uLife Line ku-0800 150 150.

Ewe, zibakho zon’ iinzingo
ebusuku,
kodwa kusasa kuba
yimincili yodwa.
IINDUMISO 30:5b

Iziqendu

Xa uloyiko lobundlobongela obuqhubeka ekhaya buxingisa ubomi bakho … – Usuku 1 funda isiqendu
Xa uloyiko lobundlobongela obuqhubeka ekhaya buxingisa ubomi bakho … – Usuku 2 funda isiqendu
Xa uloyiko lobundlobongela obuqhubeka ekhaya buxingisa ubomi bakho … – Usuku 3 funda isiqendu
Xa uloyiko lobundlobongela obuqhubeka ekhaya buxingisa ubomi bakho … – Usuku 4 funda isiqendu

Ungabhalisa kwesi sicwangciso sokufunda kwi-BibleSA app kwaye ufumane izaziso zemihla ngemihla.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-