Bible Society of South Africa

Malunga neBibleSA

KwiBibleSA ungayifunda iBhayibhile ngolwimi lwakho ngoko nangoko ungadanga wavula i-intanethi

I-BibleSA | Iakhawunti esisiseko

Xa uneakhawunti yamahala, unakho

  • ukufunda ezinye iinguqulelo ngazo zonke iilwimi ezisemthethweni
  • ungathelekisa iinguqulelo ezahlukileyo
  • ungaphendla iBhayibhile
  • ungazizobela indlela ozive ngayo ngokuthi ubandakanye amanqaku akho nezinto ozifumene zibalulekile

I-BibleSA App

Xa uneakhawunti yamahala, unakho

  • ukufunda iBhayibhile okanye umamele izinto ezishicilelweyo ezikhoyo
  • ubhalise kwizicwangciso zokufunda iBhayibhile
  • ufake isaziso sokufumana ivesi yeBhayibhile
  • wongeze amanqaku aphambili neenowuthsi zakho
  • ungaphendla iBhayibhile

IBhayibhile ezikhethiweyo ungazifunda ungayivulanga i-intanethi

Download the app today:

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-