Bible Society of South Africa

An Unforgettable Journey – Day 10

Believe in Jesus & God's Love

Itekisi yeBhayibhile

UYOHANE 6

47“Ndithi kuni, inene, lowo ukholwayo unabo ubomi obungapheliyo.

UYOHANE 6:47XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UYOHANE 3

16Kaloku uThixo ihlabathi ulithande kangangokuba ude wancama uNyana okuphela kwakhe, ukuze wonke umntu ozinikele kuye ngokupheleleyo angatshabalali, koko abe nobona bomi bungenasiphelo.

UYOHANE 3:16XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UISAYA 54

10Ewe, iintaba zingadilika,

ke zona iinduli zinyamalale,

kodwa izibele zothando lwam soze zinqamke kuwe,

nomnqophiso wam woxolo soze ushukume.”

Utsho ke yena uNdikhoyo okukhathaleleyo.

UISAYA 54:10XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-