Ndiyindoda – Day 8
Ngelinye Ixesha Uyabulaleka
Uyaqaphela ukuba izinto ebomini bakhe azisoloko zihamba kakuhle. Uyakhathazeka xa kusenzeka izinto ezimbi kuye, ngelinye ixesha ezenziwa zizigqibo azithathileyo. Kodwa ngelinye ixesha uye enzakaliswe ziimeko ezingapha kolawulo lwakhe. Ngelinye ixesha uyasokolisa ukwahlukana nezinto ezazenzeke mandulo, kodwa ngelinye ixesha uyakwazi ukuthetha noThixo ngokubulaleka kwakhe nokujongana nentlungu yakhe. Emva koko uye abone ukuba angaqalela okutsha noxa kwenzeke ezo zinto zenzekileyo ngaphambili.
Suke ufumanise ukuba: Ndiyindoda!
Itekisi yeBhayibhile
UYOBI 1
2 YOOKUMKANI 20
Ukugula kukaHezekiya
2 YOOKUMKANI 20
EYEZIQALO 26
UEsawu uthatha iintombi zasemzini
EYEMFUDUKO 2
2 KWABASEKORINTE 12
IINDUMISO 22
Isililo nengoma yokubonga
IINDUMISO 22
IINDUMISO 121
UNdikhoyo umalusi wethu
UMSEBENZI WABATHUNYWA 26
UPawulos uchaza ngenguquko yakhe
UPawulos uchaza ngomsebenzi wakhe
EYEZIQALO 39
EYEZIQALO 45
UMSEBENZI WABATHUNYWA 16
Ubomi bakhe butshintsha kakhulu emva kokudibana noYesu Uyakhula emoyeni njengokuba efunda iLizwi Uthandaza ngokuzinikela nokuba imeko ithini Uthobela intando kaThixo ngobomi bakhe Unikela ubomi bakhe eNkosini Akasoloko eziqonda iindlela zikaThixo Akasoloko eziqonda iindlela zikaThixo Ngelinye ixesha uyathandabuza Ngelinye ixesha uba neentloni ukuvuma ukuba uyamazi uYesu Ngelinye ixesha uyaphazama Uza kuThixo afumane uxolelo